ORA’s Primary Animal Health Care

ORA’s Primary Animal Health Care “Serving all domesticated animals with expert care and compassion”��

Herd health management💉💚
08/02/2026

Herd health management💉💚

Serving all domesticated animals with expert care and compassion 💉💚!
03/01/2026

Serving all domesticated animals with expert care and compassion 💉💚!

18/10/2025

ORA’s Primary Animal Health Care💚

“Serving all domesticated animals with expert care and compassion” 💚
01/08/2025

“Serving all domesticated animals with expert care and compassion” 💚

30/07/2025
A day in a life of a Para-veterinarian 💚
30/07/2025

A day in a life of a Para-veterinarian 💚

Yintoni isifo sokuphunza/enzootic abortion?Esi sifo sithintela iigusha, iibhokhwe kunye nezinye izilwanyana ezincancisay...
29/07/2025

Yintoni isifo sokuphunza/enzootic abortion?

Esi sifo sithintela iigusha, iibhokhwe kunye nezinye izilwanyana ezincancisayo ngenxa yokosuleleka ziibhaktheriya ezifana ne Chlamydophila abortus.

Iimpawu zesi sifo:
1. Ukuphunza kwesisu kwixesha lokugqibela lokukhulelwa.
2. Ukudumba kwe placenta
3. Ukudumba kwe epididymis
4. Ukuzalwa kwamatikane afileyo okanye abuthathaka kakhulu ukuba angaphila.
5. Izilwanyana ezosulelekileyo ziyakwazi ukungabonakalisi iimpawu, kodwa zisenokuthi zidlulisele usuleleko kwezinye izilwanyana.

Unyango lwesi sifo:
1. Ukusebenzisa i-antibiotics ukunciphisa usuleleko.
2. Reverin LA 230 kunye ne Engemycin
3. Inkathalo yezilwanyana: Ukubonelela ngokhathalelo olufanelekileyo.

Amanyathelo okuthintela:
- Vaccine: Sebenzisa Ovilis Enzovax.
- Thintela iimazi kwiiveki ezine phambi kokuba ziqatyelwe.
- Uphinde uzithintele emva kweminyaka emini.
- Thintela iimazi otshintsha ngazo kwiinyanga ezintlanu ubudala.

Address

Lunda Location
Matatiele
4730

Telephone

+27632852385

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when ORA’s Primary Animal Health Care posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to ORA’s Primary Animal Health Care:

Share

Category